


84 BONA XHOSA - August 1995


ABAPHUMELELAYO BANONCUMO


Abantu abaphumelelayo banoncumo oluphumelelayo ngokusebenzisa iintlama nebrashi zamazinyo ezisemgangathweni - ezakwaColgate ezisemgangathweni!


ubalulekile ukukhathalela amazinyo
eentsini! Intlama yamazinyo yakwaCOLGATE iBlue Minty Gel nebrashi zamazinyo iiDiamond Head Wild Ones
zakwaColgate zikwenza ube noncumo olunik'impilo, oluhle noluya kuhlala ithuba
elide.
Intlama yamazinyo iBlue Minty Gel yakwaCOLGATE inezithako eziphuculiweyo ezomeleza nezikhusela amazinyo angabi neminigxuma. Esi sithako siyishenxisa ngobunono iplague kanti sikwabangela amazinyo angabi nemingxuma lula.
Iblue Minty Gel yakwaCOLGATE ifumaneka kwiThyubhu ekulula ukuyicudisa ikwanezinye iinzuzo - ayidyibhizeki, ikwanesiciko esivuleka lula nesingenakulahleki. Le ntlama yamazinyo yakwaCOLGATE eqinisekiswe ngokuba semgangathweni inencasa yeminti entsha ewushiya umlomo wakho unuka kamnandi. Ukusebenzisa intlama yamazinyo esemgangathweni kukodwa nje akubalulekile, kubalulekile nokusebenzisa ibrashi yamazinyo esemgangathweni. Ukuze ube noncumo oluhle - brasha ngeebrashi zamazinyo iiDiamond HeadWild Ones zakwaColgate . Iintloko zazo ezinjengedayimani zenza zifike1e1e lu1a kwiindawo ekunzima ukufike1ela kuzo, kanti neentsiba ezindidi zimbini ezingqukuva zenza kube lu1a ukushenxisa iplague ejikeleze amazinyo. Le brashi yamazinyo inomqheba omile okwecephe noyenza kube lu1a ukuyiphatha. IiDiamond Head Wild Ones zakwaColgate zifumaneka ngemibala eqaqambi1eyo emihle - ngamnye ungowelungu ngalinye losapho.
Xa uyothenga kwakhona, funa intlama yamazinyo iBlue Minty Gel yakwaCOLGATE nebrashi yamazinyo iDiamond Head Wild Ones yakwaCOLGATE ukugcina amazinyo neentsini zakho nosapho zisempi1weni. Ukuba ufuna ukuva lukhulu ngokunonophela amazinyo bhalela kule dilesi : Colgate /Bona Oral Care , P.O. Box 3320, Parklands ,
2121.


ICOLGATE IKHETHWA
NGOOGQIRHA BAMAZINYO
UKUZE BABE NONCUMO
OLUSEMPILWENI!

86 BONA XHOSA - August 1995


IMVELISO ENTSHA yeSta-soft 



Ngenye imini abahlobo bam bandixelela ukuba bayasithanda iSta-soft kodwa abanayo imali yokusithenga rhoqo Ndineendaba ezimnandi abakwaSta-soft
bayivile ingxaki yethu bayisombulula!


Lufikile uhlobo olutsha kwizithambisi-mpahla zakwaSta-soft . iSta-soft Spring Fresh Refill esinama 100ml sinokufunyanwa ngoomama abazithandayo izinto zodidi oluphambili, ezinesiqinisekiso nezinexabiso elifikelelekayo.
Ndonwabe kakhulu ukuqala kwam ukubona le ityhubhana yokusizalisa kwakhona eyonga indawo, kwathi kungekudala ndabona indlela eyinzuzo ngayo kubahlobo bam ebebengenayo imali yokuthenga iSta-soft rhoqo. Le tyhubhana eyi-100ml entsha ikhupha ama-400ml yeSta-soft sohlobo kwaye ikongela ama-80c.
iSta-soft esingama-100ml sisebenziseka lula. Ugalela nje amanzi adikidiki kwisiqingatha sebhotile engama-400ml, uvule ityhubhu yakho uyigalele ebhotileni. Hlukuhla ibhotile yakho, uya kubona ukuba iSta-soft sakho sesilungele ukusetyenziswa. iSta-soft siluhlobo nomlinganiselo ofana nalowo usesityeni seSta-soft esingama-400ml.
Nanjengoko nisazi isithambisi sakwaSta-soft siyishiya impahla ithambile ibukeka intsha kwaye yomelele nanjengoko sikhusela sikwalawula imicu yamalaphu. Kwakhona iSta-soft sikhucula iintsalela zesepha engumgubo ezishiyeke ngethuba uhlamba impahla kungenjalo elondolo.
iSta-soft siqinisekisa ukuba oomama beli liphela banokusisebenzisa esi sithambisi sithembekileyo nesikhe sazanywa.
iSta-soft - sithambe njengesandla sikamama. Xa ufuna ezinye iinkcukacha malunga neSta-soft , bhalela kule dilesi : STA-SOFT , P.O. Box 3322, Parklands ,2121.
Zama ityhubhana eyi-100m1 entsha uya kuyithanda!



BONA XHOSA August 1995 87

Omnye wemithombo enobutyebi yeeProteins owaziwa luluntu, ngoku sele ukuluhlu lokutya kwabantwana.


I-Soya ilivelatanci,  luhlobo lweembotyi olwaziwa kwinkalo ngeenkalo iyintsengwanekazi ngesondlo. Isisivuno esingazange sibe nako ukufunyanwa ngabantwana. Nakaloku nje.
Ngoku sele kukho iNestle Infant Cereal entsha ene Soya 

I-Nestle Infant Cereal ene Soya yenzelwe ukuba ibe kokona kutya kunesondlo nakwezona zincinci iintsana. Ilungele aba abantwana, abanyanganye nabangaphezulu, le pakethana inencasa kangaka yeCereal inesondlo nangaphezu kokuba isinongo sayo sithembisa.
Ngaphandle kweeProteins zayo ezithe kratya kwanamandla, I-Nestle Infant Cereal ene Soya , engenalubisi na-glufen , ityetyisiwe ngazo zonke ii-vitamins neeMinerals ezibalulekileyo ezikhulisa abantwana bondlekile.
Injelo nje ayibizi kangangokuba ucinga. Chathaza nje intwana yamanzi,  uyakube sele unike umntwana wakho konke akufunayo ukuze akhule ephilile kwaye ondlekile.

Konke oku ke, ngokuqinisekileyo kuyakukwenza uvume ukuba kusisiqalo esihle nesiqaqambileyo ebomini.




BONA XHOSA August 1995

NGABA SEWUYINGENELE ILEMON LITE /BONA STAND OUT FROM THE
CROWD COMPETITION ?

Naba abanye kumawaka-waka amangenelo esiwafumene kolu khuphiswano lubang'umdla. Ukuba akukalithumeli ingenelo lakho, khawuleza! Ithuba lisekho - umhla wokuvala ngowama-31 kuJulayi ,1995. Khumbula, ingenelo ngalinye malithunyelwe nebhokisana yeLEMON LITE nefoto yakho yentloko namagxa, sibhalele ileta emfutshane usixelele ngezifundo onqwenela ukuzenza.

Unokuzuza iikhosi zakwaIntec College ezixabisa ama-R50 000. Ngenela ngoku!
USarah Ramathesele waseHeilbron uthi xa ephumelele uza kufunda izifundo eziza kumbangela asebenze ebhankini , ube nethamsanqa Sarah !
UBusisiwe Radebe waseGlenvista uthi unenkolo yokuba ulwazi lungamandla kwaye xa ephumelele uza kufunda izifundo zeC.I.S. Unqwenela ukuba yiPersonnel Manager nokuba neshishini lakhe.
UCtavia Baloyi waseVosloorus uthi umdla wakhe kukufota kwaye ufuna ukufunda izifundo eziza kumbangela aphumelele kulo msebenzi.
U-Aureli Masondo ufuna ukuthabatha iSecretarail course xa ephumelele. Uyawuthanda umsebenzi waseofisini nowokusebenza nabantu.
UPeggy Mtebe waseChiawelo ufuna ukwenza ifitness and nutrition course xa ephumelele. Ukubona ukukhathalela ukutya okutyayo nomzimba kuhambisana nokunonophela ulusu. Umnqweno wakhe kukuvula eyakhe indawo yokwenza imithambo.


UPatricia Duma waseFelixton ufuna uku-
fundela iSmall Business Management aze
akuyigqiba azivulele elakhe ishishini.

BONA XHOSA August 1995 91

ZUZA IFENITSHA YASEKHITSHINI NAMANYE
AMABHASO AXABISA 1 -R50 000!
IBHASO LOKU. 1. yiSembel-it Melamine fitted kitchen with
kelvinator oven , hob and extractor exabiso liyi-R20 000

IBHASO LESI-2. li-10 leeKelvinator
convection microwave ovens

IBHASO LESI-3 ngama-50 ezipho zemveliso yemifuno yakwaKOO nganye kuzo inesivuli-nkonkxa esisebenza ngombane

Thenga inkonkxa yemifuno yakwaKOO
kwivenkile ekufutshane nawe, phendula le mibuzo
ingezantsi, zalisa iinkcukacha, ilebheli yeKOO
Vegetables yinamathelise kule form elingenelo.

Phulaphula iradio Metro rhoqo nogoLwesihlanu ukususela ngomhla we-25 kuAgasti kuse kumhla we22 kuSeptemba , phakathi kwentsimbi ye-9 kusasa neye-12 emini emaqanda ukuze uve igama lophumeleleye.



Amangenelo makathunyelwe kule dilesi : GET KOOKING WITH KOO competition . P.O _ Box X12. Mowbray 7705.
Umbuzo 1. Chaza nayiphi kwiimveliso zemifuno zakwa KOO ezimbini. 
Umbuzo 2. Sesiphi isikhululo sosasazo esiya kwazisa abaphumeleleyo?

IGAMA

IDILESI

IFOWUNI (Ekhaya) ___________________ (Emsebenzizi) __________________






























		BONA XHOSA - August 1995 87

	Isidlo esinesondlo nesilungele ipokotho yakho.

		BONA XHOSA - August 1995 89

